Parish of St Alban, Ngcwanguba                                           
P.O. Box 96, Mqanduli

Rector : The Revd Peter Nxitywa
Cell : 083 473 4738



Back
Siyabulisa ngelihle igama lenkosi yethu uYesu Krestu. Amen.

Ubume beParish bume ngoluhlobo.

AMALUNGU EKHANSILE (P.C.C)
Rev. P. Nxitywa                              Rector
Mr F . Fileyo                                   Church Warden
Miss S. Mtati                                  Church Warden
Miss F. Mzola                                 Church Warden
Mrs N. Tshwele                               M.U. Leader
Mrs. N. Mavumengwana                 GFS Leader
Miss N. Sidunio                               St. Mary Magdalene Leader
Mrs N. Dudumayo                           Sunday School Leader
Mrs N. Mzoia                                   Servers Leader

INKOKHELI ZEZITISHI
Mr F. Fileyo :St Albans (Parish)
Mr B. Tshwele :St. Matthew's (Nzulwini)
Mr M. Mzoia :St. Andrews (Mabhehana)
Mrs M, Dudumayo :St. Monica (Gqubeni)
Mr M. Khumalo :St. Thomas (Vulindlela)

IMIBUTHO EKHOYO NABANTU ABAHLAZIYILEYO
Mothers Union 91
St. Bernard Mizeki 31
St. Mary Magdalene 10
Preachers & Lay Ministers 13
Servers 20
G. F. S

 
Number of Congregants
Old Age
Workers
Unemployed
St. Albans Ngwanguba
70
40
5
25
St. Matthew's
50
30
 
20
St. Andrew's Nabhehana
55
38
2
15
St. Monica Gqubeni
22
15
 
7
St. Thomas Vulindlela
25
13
 
12
Total Number of Congregants
222
136
7
79
PLEDGES
lngxaki ezikhoyo kule Parish malunga ne pledge abantu abakwazi ukunikela rhoqo inyanga nenyanga. lziphumo zalonto zenza kuhenzima  kuhlangabezana ne Diocese kwangethuba ekurhumeni umyinge WeR9500-00  ngenyanga. Lento xa ndiqonda yenziwa lizinga lokunyuka ke unemployment kwi Congregants. Abanye abantu abaphangelayo abasondeli ngelixa abanye bengena bephuma balahleke uphinde uyekubabona ngemihla emikhulu.

ABAGULAYO NABADALA
Bakhona abantu abagulayo endibahambeleyo ndibenzelo isidlo seNkosi nentambiso.Abadala kenabo bakhona nakubo ndenza lonkonzo yokubavelela noxa abanye abasarhumi ngenxa yehambo nzima kodwa bebonakalisa ukumthanda uThixo.

MEETINGS
limeetings ezisemthethweni ziyahlala rhoqo ngamaxesha afanelekileyo okanye xakukho imfuneko.

IMINIKELO
lminikelo igcinwa ebhankini e Standard Bank kwi Cheque Account.

IMIBUTHO/GUILDS
Kusetyenzwa ngexhatha linye i Parish ne Guilds zonke ukuba kufuncka ukuba iservers maziye kwinkomfa (conference) azinamali ziyancedwa yi Parish.
Kwangaxesha linye ne MU iyancedisa kwi GFS nakwi Sunday School nakwi Parish xakukho ingxaki.
Into eyingxaki nengumceli mngeni kukho abantu abayekayo ukukhonza okanye ababuya umva kuba besithi abanamali yokunikela ngenxa yokungabikho kwempangelo.
Kuyazanywa ukuba bavuselelwe befundiswa naziGilds ngokuthi bavelelwe.
Amanye ke amarhamente afumana i Grant yabantwana baxhomekeke kuyo yodwa ukuze balale betyile emizini yabo lonto yenza ukuba kubenzima ukuba harhume imirhumo yase.
Tyalikeni kodwa silibandla siyazama ngamandla kaThixo. Enkosi

IZAKHIWO ZECAWE
Izindlu ikhona kule Parish eyokukhonzela neyokuhlala um fundisi kodwa ekamfundisi ifuna i(Renovations),Zombini zakhiwe ngezitena zodaka (mud bricks) ngenxa yalonto azikho kuluhlu lwezindlu ezinongena kwi(1nsurance).
Ubiyo Iona lufunwa ukuphindwa kuba icingo lugugile xa kunobakho i(funds). Silibandla sikwiphulo lokuzama ukuhlangabezana nalomiceli mingeni ngoncedo lukaThixo.

PARISH EXECUTIVE MEMBERS
Rev. P. Nxitywa - Rector .
Mr. F. Fileyo - Igosa
Miss S. Mtati - Igosa
Miss F. Mzola - Igosa        


     Home      About us          Lay Staff     Diocesan Directory      Diocesan Choir     Calendar       News        Publications       Links           Contact us