Home      About us          Lay Staff     Diocesan Directory      Diocesan Choir     Calendar       News        Publications       Links           Contact us
Ikhonco                                                   December 2014
Back

Next
Bishop Sitembele and Dean Kuse with the cathedral choir after the episcopal visit on 7th December 2014
RENEWAL MINISTRY AND EVANGELISM (ABAVAKALISI)
Kude kwalapha uThixo enathi.  Okukona iminyaka ihamba, kukhona isidingo soVangelo siya sikhula ngokukhula  kule Diocese. Ii Archdeaconries zidityanisiwe zaba zi Cluster.  Nokuba kunjalo umsebenzi wona uya usiba  mkhulu ngokuba mkhulu. Okusimangalisayo bubunintsi babantu abangazinto ngaba Vakalisi.  Nokuba kunjalo sakuhlala sisithi, nakweli ibandla lethu lamatshetshi, uVangelo luyenziwa.  Abantu bayangquzulana neNkosi uYesu, butshintshe ubume babo.  Iziqhamo zoko ziyabonakala kubo.  Nakweyakho iParish okanye ingingqi Abavakalisi bangaya, kufundiswe ngendlela yosindiso nobomi obutsha esibuzuzayo sakube sihlangene noYesu, yasuswa inkwethu emehlweni ethu.  Le movement  yaBavakalisi iyaya nakumakhaya ngamakhaya iqhube imithandazo yasemakhaya (Home visits).
Ngengcombolo ezithe vetshe qhakamshelana naba:
Mrs Nokuzola Dawedi .   0710876853 / 0826466678
Okanye uMr Sonwabile Nombebe.  0818282771
Enkosi.

St. Cecelia's Day

The archdeaconry choirs of the diocese gathered in the cathedral on Saturday 22nd November to celebrate St. Cecelia's Day. After a Eucharist service conducted by Bishop Mzamane, during which the choirs sang Ngcwele from the Zulu Mass in B, the Winterburg choir sang The Glorious Work from Haydn's Creation. After a song from the Tsolo choir, winners of the Large section in the September choir competition, the massed female voices from all the choirs sang Lift Thine Eyes by Medelssohn followed by a performance by the massed male voices.